Ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam Ukundithobela wena kungumsebenzi wakho [Repeat] Oko ndathandana nawe kwakhany' ubomi bam Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam [Repeat] Ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam Ukundithobela wena kungumsebenzi wakho [Repeat] Oko ndathandana nawe kwakhany' ubomi bam Kwamnandi syathandana waba lubambo lwam
[Repeat]. Azange wake wandiphoxa. Azange wandishiya Azange wake wandihlazisa. Ulubambo lwam Oko ndathandana nawe kwakhany' njeng' emini Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam [Repeat] Oko ndathandana nawe kwakhany' ubomi bam Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam