Nathi Mankayi - Ukuthanda Wena lyrics

Published

0 177 0

Nathi Mankayi - Ukuthanda Wena lyrics

Ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam Ukundithobela wena kungumsebenzi wakho [Repeat] Oko ndathandana nawe kwakhany' ubomi bam Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam [Repeat] Ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam Ukundithobela wena kungumsebenzi wakho [Repeat] Oko ndathandana nawe kwakhany' ubomi bam Kwamnandi syathandana waba lubambo lwam [Repeat]. Azange wake wandiphoxa. Azange wandishiya Azange wake wandihlazisa. Ulubambo lwam Oko ndathandana nawe kwakhany' njeng' emini Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam [Repeat] Oko ndathandana nawe kwakhany' ubomi bam Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam