Zanda Zakuza - Umvulo lyrics

Featuring ,

Published

0 1638 0

Zanda Zakuza - Umvulo lyrics

Andinandawo yimbi endifun’ ukuzonwabisa kuyo hmm Ngaphandle kwalendi kuyo hmm Indaw’ egcwel’ uthando novuyo Nalengom’ eyenz’ uthando isgulo Awuz’ ungawu caphukel’ umvulo (x2) Sukoyika lunwabel’ olusuku luzogqitha Kumnandi nova lengom’ uzongqina Sukoyika lunwabel’ olusuku luzogqitha kumnandi nova lengom’ uzongqina Uzongqina! (x3) Won’t you get up and dance Get down forget your plans Stand up and clap your hands Dj is playing my jam Won’t you get up and dance Get down forget your plans Stand up and clap your hands Dj is playing my jam Umvulo (x3) Won’t you get up and dance Get down forget your plans Stand up and clap your hands Dj is playing my jam (Saxophone solo) Umvulo!! Sukoyika lunwabel’ olusuku luzogqitha kumnandi nova lengom’ uzongqina!! Sukoyika lunwabel’ olusuku luzogqitha Kumnandi nova lengom’ uzongqina!! Won’t you get up and dance Get down forget your plans Stand up and clap your hands Dj is playing my jam