Zahara - Xa Bendingena Mama lyrics

Published

0 1209 0

Zahara - Xa Bendingena Mama lyrics

[Pre-Chorus] [x2] Xa bendino mama Besendine qhiy'ebotshwe ngaphambili Okwenene ndiyahamba Okwenene ndibhek'eGoli sana lwam' [Chorus] [x2] Ndiyagodola Ndiyagodol' incinci naleRagi mnta kaMamam' IYhu ndiyahamba IYhu! Ndibhek'eGoli sana lwam' [Pre-Chorus] x2 [Chorus] Ndiva isikhal' esandohlukanisa nomamam' Andivumi nosana lwam' Ndibolekeni iduvet incinci naleragi mtaka mamam' Ndiva izikhal' ezandohlukanisa nomamam' Andivumi nosana lwam' Ndibolekeni iduvet incinci naleragi mtaka mamam' [Chorus] x4