Zahara - Incwad' Encane lyrics

Published

0 517 0

Zahara - Incwad' Encane lyrics

Ngeny'imini ndathi ndivuka Ndabona incwadi encane Ndabona ayiveli kumama lena Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam Ndaqhubeka mna ndafunda Ndifund'incwadi encane Ithi andazi ndobuya nini na Ndisathath'uhambo lwam Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubani na (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (uma ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Ma ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Ma ndifun'ubona isthandwa sam) Ngeny'imini ndathi ndivuka Ndadibana nencwadi encane Ndabona ayiveli kumama lena Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam Ndaqhubeka mna ndafunda Ndifund' incwadi encane Ithi andazi ndobuya nini na Ndisathath'uhambo lwam Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na) Mna ndifun' ubon' isthandwa sam (Ma ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (uma ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndavhunza ndavhunza Ndavhunza akaendepiko Hona mudiwa wangu Mudiwa wangu wepamoyo Dzoka zvako akaende piko Moyo wangu unorwadza ndikakufunga Misodzi yobuda Hoo na yobuda Mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda Ndati dzoka zvako Ndizokhangela phi na Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Ma ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam (uma ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubonisthandwa sam (uma ndifun'ubona isthandwa sam) Ndizobuza kubanina (Ndizobuza bani na) Mna ndifun'ubona isthandwa sam