Zahara - AmaPleya lyrics

Published

0 652 0

Zahara - AmaPleya lyrics

[Verse 1] Andithand' ukulwa Ndifun' uxolo nokuthula Khuluma, uma andenzi kak'hle Uzondiluza, uloku usihla wenyuka Ndiyahamba, Ndikhathele nguwe [Pre-Chorus] Soloko ndinawe Ndikhal' imihla nezolo Uyand'khathaza Uhamb' ubuye nengxolo Soloko ndinawe Ndikhal' imihla nezolo Uyandikhwaza Uthetha ngathi andinangqondo [Chorus 1] x2 Uma ulisoka No ah ah I don't want to No ah ah I don't want to No ah ah I don't want to And'wafun amasoka No ah ah I don't want to No ah ah I don't want to No ah ah I don't want to [Verse 1] [Pre-Chorus] [Chorus 2] x2 Uma uyipleya No ah ah I don't want you No ah ah I don't want you No ah ah I don't want you And'wafun amaPleya No ah ah I don't want you No ah ah I don't want you No ah ah I don't want you