Zahara - Izintaba lyrics

Published

0 365 0

Zahara - Izintaba lyrics

Ngapha nangapha ndiv’ amagama am Bayandibiza, ndiv’ ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ndinethamsanqa Ngapha nangapha ndiv’ amagama am Bayandibiza, ndiv’ ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ndinethamsanqa Kodwa ndinethamsanqa Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum Ndivuke kubalel’ engqondweni yam Ndipheth’ intliziyo yam ngenzandla Kodw’ ithemba lam likhona Kuzoba luhlaza ngomso Kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu Khawuleza khawuleza Kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu Khawuleza khawuleza Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum Kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu Khawuleza khawuleza Kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu Khawuleza khawuleza Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk’ iintaba ziwela kum, kum Kuyadidizela