Zahara - Inameva lyrics

Published

0 348 0

Zahara - Inameva lyrics

Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Nokuba le ndlel’ imxinwa Likhon’ ithuba lam Lokuthubeleza ndizofika Ubom bethu bahlukile Kodwa ikhon’ indawo esidibana kuyo Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Val’ amehlo akho Ujonge ngentliziyo yakho Siyafana, sifun’ intw’ enye Sifun’ ukuphila Zungandivaleli ithuba lam Nelakho liyeza Kukh’ induli eluhlaza engabiyelwanga Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Mna ndimthembile UMdali wezulu nomhlaba Ngoba wasinika ubukhosi Mna ndimthembile UMdali wezulu nomhlaba Ngoba zonk’ impendulo zikuye Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Inameva, iyahlaba Ndincede Inameva, iyahlaba Ndizoguqa ndithandaze Ndizoguqa ndithandaze Ndizoguqa ndithandaze Ndizoguqa ndithandaze Ndizoguqa ndithandaze Inameva iyahlaba