Zahara - Imali lyrics

Published

0 357 0

Zahara - Imali lyrics

We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Ndixakene liphupho lam We mali, we mali Ndahlukene nezihlobo zam We mali, we mali Abapolitiki nasecaweni Baxabana ngawe, we mali Nakum uzamile, mali Awuphumelelanga, we mali Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mali Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali mali mali Sesibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Ndixakene liphupho lam We mali, we mali Ndahlukene nezihlobo zam We mali, we mali Abapolitiki nasecaweni Baxabana ngawe, we mali Nakum uzamile, mali Awuphumelelanga, we mali Abapolitiki nasecaweni Baxabana ngawe, we mali Nakum uzamile, mali Awuphumelelanga, we mali Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho Mali, mali, mbangi yesono Sesibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho We mali, we zuka notiki Undenza ntoni na? Sibulalana ngenxa yakho