Zahara - Bomibam lyrics

Published

0 280 0

Zahara - Bomibam lyrics

Bomibam, ndikhokhele Ndifike kuwe Bomibam, ndikhokhele Ndingadaniswe Bomibam, ndikhokhele Ndifike kuwe Bomibam, ndikhokhele Ndingadaniswe Uba zange unikezele ngawe Ubumnyama bukugubungele Uth’ ujonge indlela ziyaphela Uth’ ujong’ inkwenwezi, zimpendulo Uba zange unikezele ngawe Ubumnyama bukugubungele Uth’ ujonge indlela ziyaphela Uth’ ujong’ inkwenwezi, zimpendulo Bomibam, ndikhokhele Ndifike kuwe Bomibam, ndikhokhele Ndingadaniswe Bomibam, ndikhokhele Ndifike kuwe Bomibam, ndikhokhele Ndingadaniswe Uba zange uphuphe ngawe Ngendlela endiphupha ngayo Ucinge ngendlela endicinga ngayo Uzivuselele Uba zange uphuphe ngawe Ngendlela endiphupha ngayo Ucinge ngendlela endicinga ngayo Uzivuselele Bomibam, ndikhokhele Ndifike kuwe Bomibam, ndikhokhele Ndingadaniswe Bomibam, ndikhokhele Ndifike kuwe Bomibam, ndikhokhele Ndingadaniswe Bomibam, ndikhokhele Ndifike kuwe Bomibam, ndikhokhele Ndingadaniswe Bomibam, ndikhokhele Ndifike kuwe Bomibam, ndikhokhele Ndingadaniswe Ndingadaniswe Ndingadaniswe