Yanga - Mntase lyrics

Published

0 2178 0

Yanga - Mntase lyrics

Andkaka Lali Andkaka Lali Andkaka Lali Andkaka Lali Chorus: We mntasekhaya kusenzima andkazuvuka, andkakalali Nd’the chu yathand’undbuza andna reply Ndsez’ntwen bandtsalatsala Ndsenjena bandvala phantsi Yeye mabalabale Yeye mabalabale, ye mntasekhaya Ayiyayay we mntasekhaya Ayiyayay we mntasekhaya, mmmhm We mntasekhaya Verse: Andavele next time syahlasela Phela laba vele bang’qeda Mfana on another level can’t get Pala naba on a level times ten Sometimes uyalahlela Lomfana kangphenduli yand’deba Two times ungandtholi bandmela Shoe shine, bazoskhumbula s’gena Wait a minute, wait a minute beka la When you hear me on a radio course you paid me course I can do much more without you Nama pusha kwam angayi two When I remember back then in the day all my neighbours named Rex with their kids We just trying to do better Bona bazama usMovela Chorus: We mntasekhaya kusenzima Andkazuvuka, andkakalali Nd’the chu yathand’undbuza Andna reply Ndsez’ntwen bandtsalatsala Ndsenjena bandvala phantsi Yeye mabalabala Yeye mabalabala, ye