Vusi Nova - Ndikuthandile lyrics

Published

0 1565 0

Vusi Nova - Ndikuthandile lyrics

Thatha, nants’intliziyo yam Thatha nal’uthando lolwakho Thatha nants’intliziyo yam Zuyiphathe njengeqanda Standwa andenzi ngabom Ndiyaz’thandela apha kuwe Heeybo andenzi ngabom yooh Ndicel’ Ndikuthandile standwa sam Ngentliziyo yami yonke Nditsh’ythando endinalo Soze luphele (x2) Indlela ondithanda ngayo Kukhw’indlela ondibamba ngayo Baby indlela ondijonga ngayo Baby iyandigqiba yeah Sthandwa andenzi ngabom yeah Andiphathwa nazintloni Xa ndifun’ukbamba Ndifun’ukuk’thanda Ngaske lingatshoni Ndikuthandile standwa sam Ngentliziyo yami yonke Nditsh’uthando endinalo Soze luphele Uthath’umphemfumlo wam Thulisile, ebusuku nemini Ndiphupha ngawe (x2) Ndikuthandile(ndikuthandile) standwa sam Ngemtliziyo yami yonke Nditsh’uthando (nditsh’uthando) endinalo Soze luphele (x2)