The Soil - Bhomba lyrics

Published

0 460 0

The Soil - Bhomba lyrics

Sitya amacala enkomo zabantu ngoba ndimncinci ndipunki ndingaka Umubi ufana nengulube eb'sweni Wahlahl'amehlo, ngath'isele selitshayiswe imoto Hayi jakalashi uthand'into zabantu hayi jakalashi khawuyek'into zabantu