Ntando - Dali lyrics

Published

0 5965 0

Ntando - Dali lyrics

Chorus: Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe Verse 1: Nd’zakubamb’egxeni mihla yonke Yokuphila kwami. Ndizokukhuthaza nob’izinto Sezibhek’ecaleni. Umlingani ngowani na xayengasoz’ Akupholis’amanxeba, mhmm. Ntombi ndiyabulela zang’indishiy’ Enyanyeni, eh eh Ndyakuthembisa ntomb’entle Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe. Ndyakuthembisa ntombe’entle Ndzabalidwala lakho kunaphakade (Umamiya) Ndzakubabonisa mamiya Ngob’abaninzi bathi ndidlala Ngawe Ndzakubabonisa mamiya Ngob’abaninzi bathi ndidlala Ngawe Chorus: Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe Verse 2: Kawubamb’isandla sam ubayeke Abanezothe. Ngoba, ndithembele kuwe ntombazane ngakho konke. Ndingenza nantoni ndingavuma Nangoku ngako konke. Soze ndikuyeke mama Soze ndikuyeke mama nangoku. Hook: Ndyakuthembisa ntomb’entle Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe Ndyakuthembisa ntombe’entle Ndzabalidwala lakho kunaphakade (Umamiya) Ndzakubabonisa mamiya Ngob’abaninzi bathi ndidlala Ngawe Ndzakubabonisa mamiya Ngob’abaninzi bathi ndidlala Ngawe Chorus: Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe Bridge: Chorus: Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe Outro: Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe Dali nguwe Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe Dali nguwe