Ntando Bangani - Dali lyrics

Published

0 138 0

Ntando Bangani - Dali lyrics

Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe x2 I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe x2 Nd’zakubamb’egxeni mihla yonke Yokuphila kwami. Ndizokukhuthaza nob’izinto Sezibhek’ecaleni. Umlingani ngowani na xayengasoz’ Akupholis’amanxeba, mhmm. Ntombi ndiyabulela zang’indishiy’ Enyanyeni, eh eh Ndyakuthembisa ntomb’entle Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe. Ndyakuthembisa ntombe’entle Ndzabalidwala lakho kunaphakade (Umamiya) Ndzakubabonisa mamiya Ngob’abaninzi bathi ndidlala Ngawe x2 Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe x2 I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe x2 Kawubamb’isandla sam ubayeke Abanezothe. Ngoba, ndithembele kuwe ntombazane ngakho konke. Ndingenza nantoni ndingavuma Nangoku ngako konke. Soze ndikuyeke mama x2 nangoku. Ndyakuthembisa ntomb’entle Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe Ndyakuthembisa ntombe’entle Ndzabalidwala lakho kunaphakade (Umamiya) Ndzakubabonisa mamiya Ngob’abaninzi bathi ndidlala Ngawe x2 Ndiyababona bonke kodwa Dali nguwe x2 I wonder yintoni na le endenza Ndicule nguwe x2