Ntando Bangani - Dali Wam lyrics

Published

0 288 0

Ntando Bangani - Dali Wam lyrics

Mamelani Yelele yeee Kudala mandifunana nentombi enjengawe Kudala mandifunana nawe sthandwa sami Aw’ mihla ne zolo mihla ne zolo Uyaw’thuthuzela umoya wami Ndiboniswa mina nawe siphil’iminyaka Njengamajuba sofa silahlane Aw mihla nezolo mihla nezolo Uyaw’thuthuzela umoya wami Chorus x2 We dali wam Wena sweety wami Ndithanda wena wedwa nje Ndifuna nokuk’shada yoo Makungenzeka khona kusasa lo Aw ntombazana ndithi kuwe ndithi kiwe Kuzawude kube nini na ndidlalisa Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile Ndifun’intombi ezawungenza indoda emadodeni yo Ndithanda indlela le wena ntombi ohlonipha ngayo Ndithanda indlela le wena ntombi oz’xhenya ngayo Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile Mm Uyawuthuthuzela umoya wami Chorus x2 Kudala mandifunana nentombi enjengawe Kudala mandifunana nawe sthandwa sami Aw’ mihla ne zolo mihla ne zolo Uyaw’thuthuzela umoya wami Ndithanda indlela le wena ntombi ohlonipha ngayo Ndithanda indlela le wena ntombi oz’xhenya ngayo Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile Mm Uyawuthuthuzela umoya wami