Nathi Mankayi - Abantu Balendawo lyrics

Published

0 409 0

Nathi Mankayi - Abantu Balendawo lyrics

Khukho abantu kulendawo Abafun’ ubona ntwentle tu! Xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya Bath’ uzenza ngcono Ngcon’ ulandeliphupha lakho Ngcon’ usabel’ ubizo lwakho, Hayi Ngcon’ ukuthiw’ uyaphambana kunokuba: uphalale njengabo Xa ndibulisa bayathula ndithi Molweni, Abavumi Xa ndidlula bayathetha, akabulisi ucing’ ungcono. Abasafuni nohlala nam Xa ndingena bayaphakama bahambe Uzosimoshela abantwana lo! Makahambe Bendifun’ uthando nje Kanti abantu balendawu banjani? Abafun’ ubona ntwentle tu! Xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya Bath’ uzenza ngcono Ngcon’ ulandeliphupha lakho Ngcon’ usabel’ ubizo lwakho, Hayi Ngcon’ ukuthiw’ uyaphambana kunokuba: uphalale njengabo Kanti abantu balendawu banjani? Abafun’ ubona ntwentle tu! Xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya Bath’ uzenza ngcono