Loyiso - Nontsikelelo lyrics

Published

0 1723 0

Loyiso - Nontsikelelo lyrics

Hlala nam nzwakazi ngoba ndiya kuxhaka impilo yami ngaphahle kwakho aiphelelanga... ndinika wena isanhla sami sibambe njalo sukuyeka noba amandla asewekhona andiphelelanga ndibuya ×2 mamela ×2 iphutha lami kukushiya wena bambelela ngothando ngoba nam ngiyakuthanda iphutha lami kukushiya wena Nontsikelelo ndiya buya nontsikelelo ndifuna wena... andilali ebusuku ndicinga ngawe nontsikelelo ndiya buya the many time i just can get hold of you i know you're thinking slowly replaying the time that we had noba ungahamba noba ungangishiya inhliziyo yam ifuna wena...