k**er - Tribute to my nygaz lyrics

Published

0 138 0

k**er - Tribute to my nygaz lyrics

[INTRO] k**er Maaaaaaad Dogz Crew RNR Records Rick-Ross Mabheka [VERSE 1] We were 6 on my crew, Sququmbane no k**er Sisenza suu, bonk'abantu besifeel(a) Pika, Bully,Evil Eyes ngamajit'am Xa s'fika, siphula kukhala "nababantwana bam'' Any man would swear ukuba majit'ayakude The devil was scared kuba nyhani sasikude We were hustling s'funa nekopolo ku Madness We were fighting ukubana who would k** the first verse Amabhuter'ekasi "Thats cla**ic batshana" Ever na show s'fika s'buth'abantwana Igama le Mad Dogz lalise ligcwele nakwintwana Xa s'gqibo perform(a) kukhale "Niphambene batshana" Ta Aylo bra yam ndiyabulela ngenkxaso YangiNkosi nyhani ngasandistudio sakho Ta Moon bra yam ndiyabulela ngenkxaso YangiNkosi nyhani ngasandistudio sakho [SPEAKS] Jah man ingasandistudio sakho Jah ndiyabulela mabhuteri ma.an yabo YangiNkosi ingasandiztudio zenu MVK, Purple Beats I've been through a lot of sh** yabo Ndihustlisher all over namajita Jah bafethu, soze ndinilahle ma.an I really love you Mad Dogz crew shiyi stampoo Mad dogz crew Ndiyanincanywa bafethu Mad Dogz crew shiyi stampoo Mad dogz crew [VERSE 2] Ku Sququmbane naku Pika Majit'andinoniphika Ningamangqin'am And futhi niyi part kweyam'ipicture Ku Bully naku Mpage Noko seyivayili age You the guys I see xa ndijonga kwi bigger page Evil Eyes madala Eyakhw'imeko ndiyayazi Ndizohlala ndinawe ungakling'ulibamb'elo gazi Igama le Mad Dogz lohlala likhon'unaphakade Nakuth'ezingqondwen'iskrokro s'khona naphakade Ndizoncekelel'esgela ndifuníqhosh'elingena ntunjwa Ndiyazibophelel'entliziywen'anduzunikhupha Iduty ne Ambition kukuleqana nephupha Ndizoyipusha lo mission kude kufik'ukubhubha Ta Zee bra yam ndiyabulela ngenkxaso Yang'iNkosi nyhan'ingasandisistudio sakho Rick-Ross Mabheka ndiyabulela ngenkxaso Yang'iNkosi nyhan'ingasandisistudio sakho [SPEAKS AGAIN] Amajita onke OoNdoqo, ooAlaska yhoo amajita ooTa Moon Ndizohlala ndinincanywa bafethu yabo Ndiyamaz'ulife, life is very hard yabo Mar intw'ephambili yabo kubalijoni upushe Shoo bafethu, I really love you ma.an Mad Dogz crew (echos away) I really love you bafethu, jah Majit'onke, fans zethu Jah uk**er usekhona ma.an Mad Dogz soz'ichaye yabo Mad Dogz nguwe, Mad Dogz ndim, Mad Dogz sithi yabo Jah ma.an siyabulela yabo Ndibulela on behalf of amajita Ndiyabulela ma.an I'd like to thank isupporters, abantw'abawuthandayo umculo wethu Ndiyabulela, everywhere ma.an enkosini Jah ndiyanithanda majita, Thank you RnR, Mad Dogz crew (echos away)