Nathi - Amagama lyrics

Published

0 483 0

Nathi - Amagama lyrics

Makuded' ubumnyama kuvel' ukukhanya endleleni zam Ndyayazi ilizwi le ndod' engenamali alivakali Ndyakuthanda ntombazana Ndyakthanda manyan nyani Andazi ndenze kanjani [Repeat x3] Ndyakuthanda ntombazana Mna ndyakthanda manyan nyani Andazi ndenze kanjani Ngamagama, oh Ndiphelelwa ngamagama, hayi Ndyakuthanda ntombazana Ndyakthanda manyan nyani Andazi ndenze kanjani Ndyakuthanda ntombazana Mna ndyakthanda manyan nyani Andazi ndenze kanjani Ndyakuthanda ntombazana Mna ndyakthanda manyani nyani Ndiphelelwa ngamagama (x4) Amagama, amagama, amagama (x3) Usistofu sam samalahle esind'khusel' ezingqeleni zobusika Usisambulela sam selang' esindkhusel' emalangen' asehlotyen Uligungqu lam le tshokolethi, limnandi nje nge toffolux Andazi ndenze njani Ndifun' amagama anenyani Ndifun' amagam' anencasa Ndfun' amagama anothando Ndifun' amagama anamandla Ndfun' amagama anothando [Repeat] 'Smakad' uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela Phakathi kwezaphuselane [Repeat] Ngqu mhakho ndyakuthanda mna Ngqu mhakho uyandchaza mna Ngqu mhakho ndyakuthanda mna Amagama, amagama, Ndiphelelwa ngamagama (x8) Amagama, amagama, amagama Ndiphelelwa ngamagama (x4) [Repeat] Amagam' annyani Amagam' anencasa Ndiphelelwa ngamagama