BLT - Nomthandazo lyrics

Published

0 102 0

BLT - Nomthandazo lyrics

Nomthandazo Nomthandazo׳ Aw'buyele khaya Aw'buyele khaya Ixesha alihambi, usukulude Inhlizoyoyam uyayophula Xawenzanjalo abahlobobakho Bandibuza ngawe njalo njalo Ukuba ndikwenzeni nah Ndenzeni nah (mmmhh) Ndik'nikile inhlonipho Ndik'nikile uthando (heeii) Imizamoyam bendenzela wena Bendenzela wena kodwa Namhlanje m'na ndilila ngawe Ndilila ngawe Nomthandazo Nomthandazoײ Aw'buyele khaya Aw'buyele khaya (Heeii)Umama uyabuza uthi Sana Sana uph'umakoti omalume bathetha Ngelobola (hee) kumele nditshate Kumele nditshate andazi ukuba Ndiyothini Kubo m'na nawe kade Singathethi sthandwasami kade Singathethi ingabe ndikwenzeni Ndicelubuye ndicelubuye Nomthandazo Nomthandazo׳ Aw'buyele khaya Aw'buyele khaya