Intro: Ja 7 soldiers (DVR) on the way Verse 1: Ndilulandele ubizo Ndimvile umsindo Ndafeature(risha) uCndo Ubom ngumzamo Namhlanje ndiyacula ndibhalubusuku nemeni ngoba cuz ndifun' ucula Ndanditshilo kwantlandlolo kuba ndizoyixhutha njengokhula Kodwa le the new generation Ihamba ne high population Dats why sivusezethu iproduction Xandiphethe nale mali ndiba high njenge dolphin emafini Xandibambe nale mic andimameli okwe cherry engekatyiwa yiwa Ngoba ndizakukhwaza kweliliwa bathi liliwa laphakade Mara nale mpumelelo vele iza kade Ungandibuzi kwaye ntanga ungandikhuzi Umvundl' uzek' indlela Nam ndizakuyitshata lendlela Mara ndicula ngalendlela bendicelu bekezele KwesiSpazza musani ukusigezela Ningothuki xandinivezela Uth'umlomo uyadana Kwespazza ndafika kudala Kwakhala nabadala Ndivuk' ekuseni ngomsobomvu Ndisenza sure kuba ndibhali rhymes ezibomvu Xandibethe nale flow bekuncoma namagqala Ndaqonda mandihlale phantsi ndivele ndiqhubeke nokubhala Chorus I'll never give up I'll never give up I'll never give up until sophumelela X4 Verse 2 Jonga ndime kweliqonga ndibonga Ndivuma kugqabukinyongo Kunukintrongo Ngoku ndingeyinguye owasempongo
Nam ndinethongo Ilolo andililongo Noba ungancom' isphongo Mbongwam vakala ngalomongo ngoba nam ndistrongo Ngubani otrongo Singenzi' zimoko Naxa soloko amasiko elarhiskrokro Nifuna sivusu Biko Okanye sibizu Diko Kodwa ukho undikho Kungakho ikanti ilele ziko Kuba bendinempiko Ngendingelilo iciko Kungakho andisenamfihlo Uyeva nawe yihlo Kumnyam' amehlo Bath'uhamba kubona Akhonto sibulala njengomona Siyazam'ucula abafuni nosibona Siyazam'ucula abafuni nosibona Chorus: Verse 3: Mandisebenzis' ngqondo Ndiqule ndiligangathe kuba ndifun' ukubaliqhawe Ewe ndingumxhosa uyaweva namaqhalo Ngeke ndixhom' ibhatyi ndingekayiqhubi nqanawe Kudala siwa sivuka sekugobe neliqolo Asinanto esandleni sesilala kwimiqolomba Siphekela konqu phantsi kunye nawo amaqhakancu Sixhensa sizombelela kuhle nathi okwamagqirha Ewe asemvakwethu ayasilandela namaqhwirha Kaloku sithand' uthetha ngoku bathi siyaziqhantsa Tyhini bathi asibafuni yazi bona bayasiqhela Yazi bayazithambisa baziphathisa okweqanda Aba bafuni nyama sobanika inqakala Abanye bafuno tinti abayazi neqakamba Yazi balulamile abafani noQaqamba Angeke nisenzento niseleloqaqobana... Qaqobanaa