Ifani - Ingoma Ezimnandi lyrics

Published

0 166 0

Ifani - Ingoma Ezimnandi lyrics

[Intro: iFani] Ndidlalele ingom'ezimnandi Ndidlalele ingom'ezimnandi Ndidlalele ingom'ezimnandi UMamThembu uthand'ingom'ezimnandi [Verse 1: iFani] Ndikhule eBlawa ndikhule ndingamazi uTata UmaKhulu wami ndikhule ndimubiz' UMama Undikhulisile uMama, ewe undifundisile uMama Ndigeza endibetha ngezandla, undilungisile uMama Zange ndalibona uthando olunjeeee njenge lakho Mamthembu abantu bendibona mna ndinjeee, luthando lakho Mamthembu Ndikhule ndikufundela Mama ndisithi ndizakubulela Mama ndisithi ndizaku culela Mama IZulu kodwa lakhetha ukukuthatha [Hook: iFani] So ndiyacela Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum'dlalele ingoma ezimnandi Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi [Verse 2: iFani] Bathi akuncedi ukhala nangona iqhawe lam limkile ndicela nivul' icilongo Okanye lama culo ase wisile Ebehamba eAssembles of God (God) ebeyithand' icawa Ebemthand' UYesu and ebeyithandi iNyama Ebene sitoro sakhe afihla kuso ilekese (ilekese) Xa 'ndibona ba andikho right eb'sweni athi boy hambo thath' ilekese ndiyathemba iZulu limamkele izono zakhe zixolelwe If zikhon' ezishotayo Ndicel' uzibeke kum zonke Nkosi [Hook: iFani] Ndiyaceka Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum'dlalele ingoma ezimnandi Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi [Bridge: iFani] I hope uyinxibile iqhiya apho ezulwini mamThembu ungabonisi uYesu I afro yakho mhlawumbi angano mona ungabina wari mamThembu ngam ndi ORight uToys ujongile esemva kwabantwan' uToys mamthembu eey kodwa kunzima sometimes mthembu yoooh, eyyy anyway I hope uk'dlalela ingom' ezimnandi apho cause ndiyakwazi ubuwuthand' umculo Yesu Please ndiyak'cela, Please Yesu [Hook: iFani] Ndiyaceka Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum'dlalele ingoma ezimnandi Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi (Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi