Sekutheni na (Sekutheni na)
Sowuhambel phaya xa ndikubona
Sthandwa
Kutheni na sengathi uyandizimel
Xa ndikubona. Kutheni
(Uyindzwana, bonke bandixelela ngawe)
Nam kanjalo bandixelela ngawe
(Uyinzwana ethembekayo, mh mh mh)
Sthandwa sekutheni na
Xa ndikubona ubaleka njalo
Undizimela njalo
Bonke abantu bandixelela ngawe sthandwa
Ilanga liytshona ndisebunzimeni
Sthandw' ungowami
kutheni na uhambela phaya xa ndikubona
Awu, kutheni na sengathi uyandizimela
Xa ndikubona
Uyinzwakazi, bonke bandixelela ngawe
(Kant' unjani na)
Uyinzwakazi ethandekayo kum
Ingaba ngubani na lo uthandwa nguwe (x4)
Uyinzwakazi, bonke bandixelela ngawe (x2)