Amanda Black - Separate lyrics

Published

0 599 0

Amanda Black - Separate lyrics

Bendithi sofa slahlane Sihlezi sthandane and never separate And never separate Bendithi sofa slahlane Sihlezi sthandane and never separate And never separate. Ndicel' undixelele, ndikwenzeni na? Ndikunik' uqobo lwam, ndakwakhel' umzi That was not enough Ndikuthande ngokwenyaniso Ndakunik' abantwan' abahle Njengob' into zakho zingahambi kahle Uzoth' uloyiwe Njengob' into zakho zingahambi kahle Uzoth' uloyiwe Iinyembezi zam aziweli phansi Iinyembezi zam aziweli phansi Uzondikhumbula, uzondikhumbula Uzondkhumbula ndingasekho Sofa s'lahlane, sihlezi sthandane And never separate And never separate Bendithi sofa slahlane Sihlezi sthandane and never separate And never separate.