LYRICS.AZ APPLICATION

Download from Apple Store
Download from Google Play

Amanda Black - Kahle lyrics

Inkab' itshonile, okwaThanayi
Iingxaki zothando, ndiva bekhuluma mna
Mna andizazi. Thank you, thank you, thank you,
Thank you darling, sitsh' usilungu
Potbelly really give good loving

[Chorus]
Bath hayi andisakufaneli
Wen' undithanda ndinjena
Say I'm not good for you
Wen' uthi soze wandiyeka
Buhle buyaphela
You know that love is forever
Mabathethe bathethe
As long as we love, it's whatever
Undibona ndityebile undipethe kahl' udali
Undibona ndincumile undiphethe kahle
[Lyrics from: https:/lyrics.az/amanda-black/amazulu/kahle.html]
Undibona ndityebile undiphethe kahl' udli
Undiphethe kahle (x2)

Uthando lumqabile, olunjena
Nob bangathin mna ndizothanda wena wedwa
Nguwe nguwe nguwe
Nguwe dali, ndingowakho kuphela
Potbelly really give good loving

[Chorus]

It really does not matter what everybody else says
Thina sobabini that's all we need, need love
Got this love that we share that nobody can take away
Undithanda ndinjena, ndizokuthanda forever

[Chorus]

Correct these Lyrics

RECOMMENDED VIDEO