Amanda Black - Amazulu lyrics

Published

0 767 0

Amanda Black - Amazulu lyrics

driftin I'm driftin no way hey into the darkness ndizothath'u mthwalo ndimbeke mqolo mama ubomi bunzima so leave my head apart open my eyes and I will fly ohh I'm barely copin I'm feelin closin, looking up happy enough heavens will open mdali wezulu ndikhalela kuwe open up, open up I'm feelin close now the light shinin bright but I'm losing my flaws kudala ndisiwa ndivuka, ndifuna noluthando ndifuna noluthando mmn kudala ndifuna ubomi buvume vungama ngonyama vungama ohh �2 vulek... a, vile... ka vuleka, vuleka vuleka amazulu vuleka, amazulu vuleka, amazulu oo... hhhhhh I'm givin the takin, trippin and fallin tell me I'm nothing, don't care what they sayin now begging you darlin start loosin your flaws eey no more driftin, no more driftin away, livumil'icamagu avulekile amazulu I'm fightin for survival ndiliqhawe, ndiliqhawe ndiying... onya... ma e. ehh., Oo... ho oh, ho o. ohh