Amanda Black - ndandihleli lyrics

Published

0 248 0

Amanda Black - ndandihleli lyrics

Chorus Ndandihleli emnyameni Ndandicinga ngo lovey wam' Ndandihleli emnyameni Ndandicinga ngo lovey wam' Verse Cengana nawe asoze ndiphinde Gama lakho wena asoze ulive liphuma emlonyeni wam' When you call my name asoze ndize Remember wena when udlal' undize nge feelings zakho Andizi no more, mh I don’t regret saying “I love you” Ngoba I know I meant those things too Ndithi khanimeni, cause andi understand-i, ayy Sorry I didn’t mean to hurt you Stuck with the memories I cling to That’s the way lovе went That’s the way love wеnt Chorus Ndandihleli emnyameni Ndandicinga ngo lovey wam' Ndandihleli emnyameni Ndandicinga ngo lovey wam'