Amanda Black - Buyela Kum lyrics

Published

0 1349 0

Amanda Black - Buyela Kum lyrics

Mmm Andikwaz’ukulala ndicingana nawe Uzobuya nini? I need to hear your voice eb’suku nemini Baby wam’! Ndithanda wena wedwa ‘ ‘Theni ungafun’uk’thanda mina ndedwa I need to feel you close to me Cause I can’t breathe without you [Pre-Chorus] Sthandwa sam’ Bambo lwam’ Why ungenza so ‘Theni undenza so Ndifun’ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sam Bambo lami Why undenza so Then’undenza so oh Ndifun’ukuhlala ndingowakho [Chorus] Buyela kum’ Buyela kum’ sthandwa Ntliziyo yam’ iFuna wena Ooh noma awundithandi ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey waam’ Time and time again Nditshona ndikhubeka Andimfun’ omunye Ngaphandle kwakho Kodwa ngyahluleka Wen’uyabaleka You dont love me like I love you baby baby Mna ndifuna wena Wen’ufunomunye… [Pre-Chorus] Sthandwa sam’ Bambo lwam’ Why ungenza so ‘Theni undenza so Ndifun’ukuhlala ndingowakho Ooh sthandwa sam Bambo lami Why undenza so Then’undenza so oh Ndifun’ukuhlala ndingowakho [Chorus] Buyela kum’ Buyela kum’ sthandwa Ntliziyo yam’ iFuna wena Ooh noma awundithandi ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey waam’ Why you makin’ me so crazy Wen’ uyangphambanisa Hlal’ungphazamisa Dlala ngenhliziyo yam’ Tell me what I gotta do Phila ngaphandle kwakho and’cingi tu Why you makin’ me so crazy Wen’ uyangphambanisa Hlal’ungphazamisa Dlala ngenhliziyo yam’ Tell me what I gotta do To be with you [Chorus] Buyela kum’ Buyela kum’ sthandwa Ntliziyo yam’ iFuna wena Ooh noma awundithandi ndizokuthanda Kuze kuyovalwa wena lovey waam’